fbpx

U-MPROFETHI we-Islam

“Kanti asikuthumelanga nto yimbi ngaphandle kokuba ube yinceba kwi-hlabathi” (IKur'ân, 21:107)

NgesiArabhu, igama elithi "Muhammad" lithetha umntu oconyelwa phezulu rhoqo ngokuphindaphindiweyo ngenxa yemi-sebenzi yakhe elungileyo.
Ngoko ke, nguMntu oncomekayo.

Umzekeliso wam xa kuthelekiswa nabanye abaProfeti phambi kwam,
ngowendoda eyakha indlu yaze yayigqiba ngaphandle kwesitena esinye esingekhoyo.
Xa abantu beyibona indlu, baya buthanda ubuhle bayo baze bathi:
Ndlela le izo ba-ntle ngayo indlu xa isitena esingekhoyo sibekwa endaweni yaso!
Ngoko ke Ndim eso sitena, kwaye ndingo wokugqibela kubaProfeti.

Umthombo: Bukhari 4.734, 7.735

Brought to you by

i-Muslim Central

&

The Australian Science and Research Academy